2 Chronicles 22:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahamba naye ezindleleni zendlu ka‐Ahabi: ngokuba unina ebengumcebisi wake ukwenza ngobuncwangu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo yena wahamba ngeendlela zendlu ka-Ahabhi; ngokuba unina ubengumcebisi wakhe, ukuba enze okungendawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye wahamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi, ngokuba unina ubengumcebisi wakhe, ukuba enze okubi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naye ke wahamba ekhondweni lendlu ka-Ahabhi, ekubeni wayekhuthazwa ngunina ekwenzeni ububi.