2 Chronicles 23:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayemisa bonke abantu, abanye ngabanye benezixo̔bo zabo ezandleni zabo, kwa kulo elokunene icala lendlu kwada kwakulo elokohlo icala lendlu, ngasesibingelweni nangasendlwini, kufupi nokumkani ngokungqonga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabamisa bonke abantu, elowo eneentonga zakhe esandleni;bathabathela kwelokunene igxalaba lendlu besa kwelokhohlo igxalaba lendlu, ngasesibingelelweni nangasendlwini, kukumkani ngeenxa zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabambathisa bonke abantu, elowo ephethe iintonga zakhe esandleni sakhe, bethabathela kwelokunene lendlu besa kwelasekhohlo lendlu, malunga nesibingelelo nendlu, phambi kokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Onke amadoda wawamisa aphahla ukumkani exhobile, bemi ngaseqongeni lendlu kaThixo, ukusukela kwicala elingasezantsi ukuya kwelingasentla apho endlwini kaThixo.