2 Chronicles 23:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yandula yonke intlanganiso yalwenza endlwini katixo ucebano nokumkani. Waza wati kubo: Bona ke, unyana wokumkani wobupata ubukumkani, njengokuba etshilo uyehova ngabo onyana baka‐Davide.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lesuka lonke ibandla lenza umnqophiso nokumkani endlwini kaThixo. Wathi kubo uYehoyada, Yabonani, unyana wokumkani makabe ngukumkani, njengoko wakuthethayo uYehova ngonyana bakaDavide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lonke ibandla lenza umnqophiso nokumkani endlwini yoTHIXO oyinyaniso. Wathi kubo, Yabonani, unyana wokumkani uya kuba ngukumkani, njengoko wakuthethayo uYehova ngoonyana bakaDavide.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
lonke elo bandla lenza umnqophiso nokumkani endlwini kaThixo. Wathi kubo uJoyada: “Unyana kakumkani uza kulawula ngokomlomo *kaNdikhoyo mayela nesizukulwana sikaDavide.