2 Chronicles 24:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandula kwavuya zonke inkosi nabo bonke abantu, bangenisa ke, baposela etyeyeni, kude kwagqitywa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bavuya bonke abathetheli, nabantu bonke; bayizisa, bayiphosa emkhombeni wada wazala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zavuyisana zonke iinkosana nabantu bonke, bazisa, baphosa engxoweni, bada bagqiba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Onke amaphakathi kwakunye nabantu bonke, bakuthakazelela ukuzisa loo mrhumo, baza ke bamana bewufaka apho kuloo tyesana yada yazala.