2 Chronicles 24:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku emveni kwokufa kuka‐Yoyada kweza inkosi zakwa‐Juda, zazitoba kukumkani: wandula ukumkani wapulapula kuzo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva kokufa kukaYehoyada, beza abathetheli bakwaYuda, baqubuda kukumkani. Waza wabaphulaphula ukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kokufa kukaYehoyada, beza abathetheli bakwaYuda, baqubuda kukumkani. Wabaphulaphula ke ukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kokusweleka kukaJoyada amaphakathi akwaJuda eza kubusa kukumkani, waza ke wawaphulaphula.