2 Chronicles 24:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngabo aba abayenzayo ingcebiswano ngakuye: u‐Zabadi, unyana ka‐Shimehate um‐Hamonikazi, no‐Yehozabadi, unyana ka‐Shimerite um‐Mowabikazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abo ke bamcebayo nguZabhadi, unyana kaShimehati umAmonikazi, noYozabhadi, unyana kaShimriti umMowabhikazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babona ke abo babemenzela iyelenqe; noSabhadi, unyana kaShimehati, umAmon, noYozabhadi, unyana kaZimriti, umMowabhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abamenzela iyelenqe nguZabhadi ozalwa nguShimeyati umAmonikazi, noYozabhadi ozalwa nguShimriti umMowabhikazi.