2 Chronicles 24:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako u‐Yoyada wamtabatela abafazi ababini; waza wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehoyada wamzekela abafazi ababini; wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehoyada wamzekela abafazi ababini; wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJoyada wamfunela abafazi ababini, waza ke wanoonyana neentombi.