2 Chronicles 24:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabekute emveni kwoko, bekusentliziyweni ka‐Yohashe ukuhlaziya indlu kayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emveni koko kwaba sentliziyweni kaYowashe, ukuba ayihlaziye indlu kaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko uYowashe wemka ukuze ayakhe kwakhona indlu kaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko ke uYowashe wazimisela ukuyihlaziya indlu kaNdikhoyo.