2 Chronicles 25:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WABA ngukumkani u‐Amatsiya, eyiminyaka imashumi mabini anamihlanu ubudala bake, wapata ubukumkani iminyaka yamashumi mabini anesitoba e‐Yerusaleme. Igama lonina belingu‐Yehohadane, owase‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAmatsiya ubeminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mabini anesithoba engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguYehowadan waseYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAmatsiya ubeminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mabini anesibhozo yedwa eYerusalem. Igama lonina belinguYodan waseYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAmaziya waba ngukumkani eneminyaka emashumi mabini anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mabini anethoba. Unina yayinguYowadan intombi yaseJerusalem.