2 Chronicles 25:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati o‐Juda boyiswa pambi kwo‐Sirayeli; basuka besaba baya abanye ngabanye ezintenteni zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Atyelwa ke amaYuda ngamaSirayeli; asaba, yangulowo waya ententeni yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
AmaYuda aqalisa ukuba nomsindo nxamnye namaSirayeli, yaye ngamnye wasaba waya ententeni yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJuda ke wavuthululwa nguSirayeli, yaza ke yayileyo indoda yabalekela kowayo.