2 Chronicles 25:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nesisalela semicimbi ka‐Amatsiya, eyokuqala neyokupela, bona ke, ayiba̔lwanga na yona encwadini yabo okumkani bo‐Juda no‐Sirayeli?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezinye izinto zika-Amatsiya, ezokuqala nezokugqibela, asizezo na zibhaliweyo encwadini yookumkani bakwaYuda nabakwaSirayeli?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezinye izinto zika-Amatsiya, ezokuqala nezokugqibela, azibhalwanga na encwadini yookumkani bakwaYuda nabakwaSirayeli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ezinye zeziganeko zolawulo luka-Amaziya, ukusukela ekuqalekeni kuye esiphelweni, nâzo encwadini yookumkani bakwaJuda nabakwaSirayeli.