2 Chronicles 25:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bamsa pezu kwamahashe, bamncw̔aba ndawonye noyise bake esixekweni so‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamsukela, bamfumana eLakishe, bambulalela khona.Bamthwala ngamahashe, bamngcwabela koyise, emzini wakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamthwala ngamahashe, bamngcwabela nooyise emzini wakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku wathwalwa ngamahashe wabuyiswa, waza wangcwatywa phakathi kooyise kwisixeko sikaJuda.