2 Chronicles 25:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba uya kuya wena, yenje njalo, yomelelela ukulwa; utixo wokuwisa pambi kwotshaba: ngokuba kuko amandla kutixo ukunceda nokuwisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hamba wedwa, wenze womelele ekulweni; uThixo akayi kukuwisa phambi kotshaba; ngokuba uThixo unamandla okunceda nawokuwisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba ùthanda ukuya, yiya yomelela edabini; uThixo woniwisa phambi kotshaba; ngokuba uThixo unamandla okunceda nawokubhukuqa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noba ungade ukhaliphe kangakanani na emfazweni, uThixo uya kukuyekela ngolo tshaba; kaloku uThixo nguye onegunya lokunceda nelokuyekela.”