2 Chronicles 26:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Huziya kanjalo wazaka inqaba e‐Yerusaleme, ngasesangweni legumbi, nangasesangweni lesihlambo, nangasekujikeni kwodonga, wazinqabisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
U-Uziya wakha iinqaba ezinde eYerusalem, esangweni lembombo, nasesangweni lomfula, nasembombeni yodonga, wazinqabisa ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
U-Uziya wakha iinqaba ezinde eYerusalem kwiSango leKona nakwiSango leNtili nakwimbombo yodonga, wayiqinisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
U-Uziya wakha iinqaba eJerusalem kwiSango leKona, nakwiSango leNtili, nasedolweni lodonga, waza ke waziqinisa.