2 Chronicles 27:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesenza okufaneleyo emehlweni kayehova, njengako konke abekwenzile u‐Huziya uyise; kodwa akangena etempileni kayehova. Bati abantu basakwonakalisa ukwenza kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza okuthe tye emehlweni kaYehova, njengako konke awakwenzayo u-Uziya uyise; kodwa akangenanga etempileni kaYehova; ke abantu bona babesabenza ububi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenza okuthe tye emehlweni kaYehova, njengoko wenza ngako u-Uziya uyise; ke akangena etempileni kaYehova. Kwaye abantu basenokonakala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naye njengoyise u-Uziya wenza okuhle emehlweni *kaNdikhoyo, kambe akaxelisanga uyise ngokungena endlwini kaNdikhoyo. Kambe ke bona abantu abaziyekanga iindlela zabo zokonakala.