2 Chronicles 27:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yena walaka isango lasentla lendlu kayehova; Lapezu kwodonga lwe‐Hofeli waka ngobuninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yena walakha isango eliphezulu lendlu kaYehova; wakha kakhulu naseludongeni lwaseOfele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakha isango eliphakamileyo lendlu kaYehova, eludongeni lweOfeli waba zininzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYotam wabuya walakha iSango laseNtla lendlu kaNdikhoyo, kananjalo wenza umsebenzi omkhulu eludongeni kwinduli yeOfeli.