2 Chronicles 27:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Yotame walala noyise bake, wancw̔atywa esixekweni sika‐Davide; waza u‐Ahazi unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYotam walala kooyise; bamngcwabela emzini kaDavide;uAhazi, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYotam walala kooyise, wangcwatyelwa emzini kaDavide; unyana wakhe uAhazi walawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYotam ke waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatyelwa kwisixeko sikaDavide. Ke uAhazi unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe.