2 Chronicles 28:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakaloku niyacinga ukululamisa usapo luka‐Juda ne‐Yerusaleme lube ngamakoboka namakobokakazi kuni: kodwa nina, akuko na kwa nani izilandu ngakuye uyehova, utixo wenu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku ke oonyana bakwaYuda neYerusalem, nithe nina niya kubanyathela, babe ngamakhoboka namakhobokazana kuni. Kodwa nina aninatyala na kuYehova uThixo wenu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ke, niza kuhlala phakathi koonyana bakaYuda naseYerusalem, nibe ngamakhoboka namakhobokazana; kodwa akukho namnye phakathi kwenu owonayo kuYehova uThixo wenu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phezu koko ke ngoku, la madoda nabafazi bakwaJuda naseJerusalem nizimisele ukubenza amakhoboka. Ukanti nani ngokwenu ninobutyala phambi koNdikhoyo uThixo wenu.