2 Chronicles 28:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abatile kwabazintloko zosapo luka‐Frayime, u‐Hazariya unyana ka‐Johanane, u‐Berekiya unyana ka‐Meshilemote, no‐Yehizekiya unyana ka‐Shalume, no‐Hamasa unyana ka‐Hadelai, besuka ngakubo abebevele emfazweni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwesuka ke amadoda akwiintloko zoonyana bakaEfrayim, ooAzariya unyana kaYohanan, noBherekiya unyana kaMeshilemoti, noHezekiya unyana kaShalum, noAmasa unyana kaHadelayi, ema phambi kwabavela emkhosini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwesuka ke kwizikhulu zoonyana bakaEfrayim, uAzariya unyana kaYohanan, noBherekiya unyana kaMeshilemoti, noIshkiya unyana kaShalum, noAmasa unyana kaHadlayi, emfazweni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ezinye zeenkokheli zakwaEfrayim uAzariya unyana kaYohanan, uBherakiya unyana kaMeshilemoti, uHezekiya unyana kaShalum, noAmasa unyana kaHadelayi, zathetha nabo babevela edabini,