2 Chronicles 28:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Ahazi wapanga indlu kayehova, nendlu yokumkani nenkosi, wanika kukumkani we‐Asiriya: akamnceda noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba uAhazi wayeyiphangile indlu kaYehova, nendlu yokumkani, nabathetheli, wanika ukumkani waseAsiriya;akwamnceda nto noko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uAhazi wathabatha inxalenye yendlu kaYehova, neyendlu yokumkani, neyobathetheli, wayinika ukumkani waseAsiriya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAhazi ke wathatha ezinye kwizinto zendlu kaNdikhoyo, nasebhotwe, nakumatshawe, warhuma ngazo apho kukumkani waseAsiriya. Kambe ke naleyo zange imncede nto.