2 Chronicles 29:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonyana bam! kaloku zeninganqeneki; ngokuba uyehova eninyulile ukuba nime ebusweni bake ukumkonza, nokuba nibe ngabakonzi nabaqumisi kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nyana bam, kungokunje musani ukuhiliza; ngokuba uYehova uninyule, ukuze nime phambi kwakhe, nilungiselele kuye, nibe ngabalungiseleli nabaqhumiseli kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonyana bam, musani ukuncama ngoku; ngokuba uYehova uninyule, ukuze nime phambi kwakhe, nimkhonze, nimkhonze, kuphume umsi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonyana, ngoku musani ukuba ngabangakhathaliyo; kaloku uNdikhoyo uninyulile ukuze nime phambi kwakhe, nimsebenzele, nimlungiselele, nenze iziqhumiso.”