2 Chronicles 29:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula besuka aba‐Levi, u‐Mahate unyana ka‐Hamasai, no‐Joweli unyana ka‐Hazariya, kubo onyana bama‐Kohati; nakubo onyana baka‐Merari, u‐Kishi unyana ka‐Habedi, no‐Hazariya unyana ka‐Yehaleleli; nakuwo ama‐Gereshone, u‐Jowahi unyana ka‐Zima, no‐Hedeni unyana ka‐Jowahi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basuka ke abaLevi, ooMahati unyana ka-Amasayi, noYoweli unyana ka-Azariya, koonyana bamaKohati; nakoonyana bakaMerari, uKishe unyana ka-Abhedi, noAzariya unyana kaYehaleleli;nakumaGershon, uYowa unyana kaZima, noEden unyana kaYowa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Basuka bema abaLevi, ooMahati unyana ka-Amasayi, noYoweli unyana ka-Azariya, koonyana bakaKehati; koonyana bakaMerari nguKishe unyana ka-Abhedi, noAsariya unyana kaYehaleli, nakumaGershon; uYowa, unyana kaSima, noEden, unyana kaYowa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aba baLevi ke bangena emsebenzini: kumaKohati: uMahati unyana ka-Amasayi, noYoweli unyana ka-Azariya; kumaMerari: uKishe unyana ka-Abhedi, noAzariya unyana kaJehaleli; kumaGershon: uJowa unyana kaZima, noEden unyana kaJowa;