2 Chronicles 29:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nakubo onyana baka‐Elitsafane, u‐Shimri, no‐Yeyeli; nakubo onyana baka‐Safa, u‐Zekariya, no‐Mataniya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bakaElitsafan, uShimri noYehiyeli; nakoonyana baka-Asafu, uZekariya noMataniya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaElishafan; uZimri noYehiyeli; nakoonyana baka-Asafu; uZekariya noMataniya:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwinzala kaElizafan: uShimri noJewuyeli; kwinzala ka-Asafu: uZakariya noMataniya;