2 Chronicles 29:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nakubo onyana baka‐Hemani, u‐Yehili, no Shimehi; nakubo onyana baka‐Jedutune, u‐Shemaya, no‐Huziyeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nakoonyana bakaHeman, uYehiyeli noShimehi; koonyana bakaYedutun, uShemaya noUziyeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaHeman; uYehiyeli noShimehi; nakoonyana bakaYedutun; uShemaya noUziyeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwinzala kaHeman: uJewuyeli noShimeyi; kwinzala kaJedutun: uShemaya noUziyeli.