2 Chronicles 29:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Hezekiya ukumkani wavuka kusasa, wahlanganisa inkosi zesixeko, wenyuka waya endlwini kayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavuka kusasa uHezekiya ukumkani, wabahlanganisa abathetheli bawo umzi; wenyuka waya endlwini kaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavuka ukumkani uHezekiya kusasa, wahlanganisa abathetheli besixeko, wenyuka waya endlwini kaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakusasa ngemini elandelayo ukumkani uHezekiya wawaqokelela amagosa esixeko, waza waya nawo endlwini kaNdikhoyo.