2 Chronicles 29:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yonke intlanganiso yaziqubuda, bati abaculi bacula, nabanamaxilongo bahlokomisa: kwenziwa oku konke kwada kwagqitywa idini lokutshiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lonke ibandla laqubuda, iimvumi zivuma, abavutheli-maxilongo bevuthela; oko konke kwenziwa lada lagqitywa idini elinyukayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Laguqa lonke ibandla, iimvumi zivuma, amaxilongo avuthela; Kwenziwa oko konke lada lagqitywa idini elinyukayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lonke ibandla lakhahlela linqula, zabe nazo iimvumi zisitsho, namaxilongo ngokunjalo. Zaqhuba njalo ke lada lafezeka elo dini litshiswayo.