2 Chronicles 29:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wavuya u‐Hezekiya, nabo bonke abantu, ngokokuba utixo ebelungisile abantu; ngokuba ibisenzeka lento ngokuqupa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uHezekiya nabantu bonke bakuvuyela oko uThixo akuqinisele abantu; ngokuba le nto yenziwa ngesiquphe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uHezekiya nabo bonke abantu bonwabile xa uYehova elulungisa uhlanga, kuba loo nto yenzeka ngequbuliso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHezekiya nabantu bephela yabonwabisa into awabenzela yona uThixo, kuba yonke yenzeka ngokukhawuleza.