2 Chronicles 30:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaza zadlula izigidimi, kwisixeko ngesixeko, ezweni lakwa‐Frayime nelakwa‐Manase, kwada kwa sezweni la kwa‐Zebulone; koko bazihlekayo, bazigculela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izigidimi ezo zathungela imizi ngemizi ezweni lakwaEfrayim nelakwaManase, zesa kwelakwaZebhulon. Bazihleka, bazigculela;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amanani ahamba ukusuka kwesinye isixeko, aye kwesinye, elizweni lakwaEfrayim nelakwaManase, kwesa kwaZebhulon;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izigidimi zazingena zonke iidolophu kwaEfrayim nakwaManase, zathi xhaxhe ngoZebhulon, kodwa ke abantu basuka baphoxisa ngazo, bahlekisa nokuhlekisa ngazo.