2 Chronicles 30:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bebekohlwa kuyibamba ngexesha elo, ngenxa yokuba abaperisite bebengazingcwalisanga ngenani elaneleyo, nokuba abantu bebengazihlanganiselanga e‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba babengenakuyenza ngexesha elililo; ngokuba ababingeleli baye bengazingcwalisanga ngokwaneleyo, nabantu baye bengazihlanganiselanga eYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba babengenakukwenza oko ngelo xesha, ngenxa yokuba ababingeleli babengazingcwalisanga ngokwaneleyo, nabantu abazange bahlanganisane eYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babengabanga nako ukuyibhiyozela ngexesha layo, kuba babenganelanga ababingeleli abazihlambululayo, nabantu babengaqokelelananga eJerusalem.