2 Chronicles 31:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo u‐Yehili, no‐Hazaziya, no‐Nahate, no‐Hasaheli, no‐Jerimote, no‐Yozabadi, no‐Eliyeli, no‐Simakiya, no‐Mahate, no‐Benaya, bebengamagosa ngapantsi kwesandla sika‐Kononiya no‐Shimehi umninawe wake, ngommiselo ka‐Hezekiya ukumkani, no‐Hazariya umpati wendlu katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noYehiyeli, noAzaziya, noNahati, noAsaheli, noYerimoti, noYozabhadi, noEliyeli, noIsemakiya, noMahati, noBhenaya, bengabaveleli phantsi kwesandla sikaKonaniya noShimehi umninawa wakhe, ngommiselo kaHezekiya ukumkani, noAzariya inganga yendlu kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehiyeli noAzasiya noNahati noAsaheli noYerimoti noYozabhadi noEliyeli noIsmagiya noMahati noBhenaya babengabalindi phantsi kwesandla sikaKonaniya noShimehi umntakwabo ngokomyalelo kaKumkani uHezekiya noAzariya intloko yendlu yoTHIXO oyinyaniso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani uHezekiya noAzariya iphakathi elalongamele indlu kaThixo, bamisela la madoda ukuba asebenze phantsi koKonaniya nomntakwabo uShimeyi: uYehiyeli, uAzaziya, uNahati, uAsaheli, uJerimoti, uYozabhadi, uEliyeli, uIsemakiya, uMahati, noBhenaya.