2 Chronicles 31:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nababa̔lelweyo ngokuzalwa pakati kwazo zonke intsapo zabo, abafazi babo, nonyana babo, nentombi zabo, kuyo yonke intlanganiso: ngokuba ebusebenzini babo bazingcwalisa ebungcweleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba kwabelwe iintsatshana zabo zonke ezibhaliweyo emilibeni yokuzalwa, abafazi babo, noonyana babo, neentombi zabo, kwibandla lonke. Ngokuba ngokunyanisa kwabo bazingcwalisa ke ngezinto ezingcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ubhale umlibo wokuzalwa koonyana babo bonke, nabafazi babo, noonyana babo, neentombi zabo, kwibandla lonke; ngokuba babezinikele emsebenzini wabo ongcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babandakanya nabantwana, abafazi, oonyana neentombi zebandla lonke, abo bakuludwe lweenkcukacha zomlibo. Kaloku babethembekile ekuzihlambululeni.