2 Chronicles 31:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati bakuza u‐Hezekiya nenkosi babona imfumba ezo, babonga uyehova, nabantu bake o‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Beza ooHezekiya nabathetheli, bazibona iimfumba ezo, babulela kuYehova nakubantu bakhe amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa uHezekiya neenkosana beza baza bazibona iimfumba zewax uYehova nabantu bakhe amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHezekiya enamaphakathi akhe wathi akuzibona ezo ngqumba wamdumisa uNdikhoyo, wabathamsanqelisa abantu bakhe amaSirayeli.