2 Chronicles 32:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akanihendi na u‐Hezekiya, ukuba aninikele ukububa ngendlala nangenxanwa, esiti: Uyehova, utixo wetu, uya kusisindisa esandleni sokumkani we‐Asiriya?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akanilahlekisi uHezekiya yini na, ukuba aninikele ekufeni yindlala nakukunxanwa, ngokuthi oku, UYehova uThixo wenu wonihlangula esandleni sokumkani waseAsiriya?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uHezekiya makanganilahli na, ukuba uzinikele ekufeni yindlala nakunxanwa, esithi, uYehova, uThixo wethu, wosihlangula esandleni sokumkani waseAsiriya?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHezekiya lo uthi: ‘UNdikhoyo uThixo wethu uza kusihlangula esandleni sokumkani weAsiriya,’ uyanilahlekisa, ufuna nibulawe yindlala nalunxano.