2 Chronicles 32:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Anikwazi na oko endikwenzileyo mna, kwa nobawo bam, kubo bonke abantu bamanye amazwe? Otixo bentlanga zalomazwe bebeka banamandla okusindisa amazwe abo esandleni sam na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aniyazi na into endayenzayo, mna noobawo, ezizweni zonke zamazwe la? Baba nako nokuba nako na oothixo beentlanga zamazwe la, ukuwahlangula amazwe azo esandleni sam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aniyazi na into endayenzayo noobawo ezintlangeni zonke zamazwe? Baba nako nokuba nako na oothixo bezizwe zala mazwe ukuwahlangula amazwe azo esandleni sam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaba anizazi na izinto ezenziwa ngoobawo kunye nam lo kubantu bonke bezinye izizwe? Baba nako yini na oothixo bezo zizwe ukuhlangula umhlobo wabo esandleni sam?