2 Chronicles 32:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nguwupina kubo bonke otixo bentlanga eze obawo bam bazilahlele ekutshatyalalisweni, obenamandla okusindisa abantu bake esandleni sam, ukuba utixo wenu abe namandla okusindisa nina esandleni sam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nguwuphi na koothixo bonke bezo ntlanga, bazisingela phantsi oobawo, owaba nako ukubahlangula abantu bakhe esandleni sam, ukuba abe nako uThixo wenu ukunihlangula esandleni sam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguwuphi na koothixo bonke beentlanga ezabaqalekisayo oobawo owabahlangulayo abantu bakhe esandleni sam, ukuze uThixo wenu anihlangule esandleni sam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwizizwe ezatshatyalaliswa ngoobawo, nguwuphi koothixo bazo owaba nako ukuhlangula abantu bazo kum? Uza kunihlangula njani lo Thixo wenu esandleni sam?