2 Chronicles 32:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuziswa ngabaninzi iminikelo kuyehova e‐Yerusaleme, nezinto ezinqabileyo ku‐Hezekiya ukumkani wo‐Juda; waza wapakanyiswa emehlweni entlanga zonke emveni kwoko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baba baninzi abazisa umnikelo kuYehova eYerusalem, nezinto ezinqabileyo kuHezekiya ukumkani wakwaYuda. Waphakanyiswa emehlweni eentlanga zonke emveni koko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abaninzi bazisa izipho kuYehova eYerusalem nezipho kuHezekiya ukumkani wakwaYuda, kangangokuba ukususela ngoku kuse phambili wazukiswa emehlweni eentlanga zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baba baninzi abazisa iminikelo kuNdikhoyo eJerusalem, nezipho ezixabisekileyo kuHezekiya ukumkani wakwaJuda. Ukusukela ngoko ke waxatyiswa zizo zonke izizwe.