2 Chronicles 32:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko u‐Hezekiya wazigobayo ngenxa yokur̔atsha kwentliziyo yake, yena nabemi base‐Yerusaleme; waza umsindo kayehova aweza pezu kwabo emihleni ka‐Hezekiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazithoba uHezekiya ekuphakameni kwentliziyo yakhe, yena nabemi baseYerusalem; ababafikela ngemihla kaHezekiya uburhalarhume bukaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke uHezekiya wamthoba ngenxa yekratshi lentliziyo yakhe, yena nabemi baseYerusalem, ababafikela ngemihla kaHezekiya uburhalarhume bukaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uHezekiya nabantu baseJerusalem baguquka kwelo kratshi labo, yaza ke loo ngqumbo kaNdikhoyo ayaphinda ibe phezu kwabo ngemihla kaHezekiya.