2 Chronicles 33:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abantu basabinga imibingo ezindaweni ezipakamileyo, bebing ela uyehova, utixo wabo, kupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu bebesabingelela noko ezigangeni; kodwa babingelela ke kuYehova uThixo wabo yedwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa abantu bam babebingelela kwiindawo eziphakamileyo, kodwa babesenzela uYehova uThixo wabo kuphela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke bona abantu bathi rhoqo ukwenza amadini kwiindawo eziphakamileyo zonqulo, kodwa bewenzela uNdikhoyo uThixo wabo.