2 Chronicles 33:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Manase walala noyise bake, wancw̔atywa endlwini yake; waza u‐Amoni unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UManase walala kooyise, wangcwatyelwa endlwini yakhe, uAmon, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uManase walala kookhokho bakhe, bamngcwabela endlwini yakhe, yaye uAmon unyana wakhe waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UManase ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa kwibhotwe lakhe. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uAmon.