2 Chronicles 33:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abantu belizwe babulala bonke abebecebile ngakuye ukumkani u‐Amoni: bandula abantu belizwe benza u‐Josiya unyana wake ukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu belizwe bababulala bonke abacebi abo bokumkani uAmon. Abantu belizwe bamenza ukumkani uYosiya, unyana wakhe, esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye abantu behlabathi bababulala bonke abo babecebe nxamnye nokumkani uAmon; abantu belizwe bamenza ukumkani uYosiya, unyana wakhe, esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abantu belo zwe bababulala bonke abo babenzele ukumkani uAmon iyelenqe, baza babeka unyana wakhe uJosiya wangukumkani esikhundleni sakhe.