2 Chronicles 33:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waka izibingelo nasendlwini kayehova, owabesiti uyehova ngayo: e‐Yerusaleme liya kubako igama lam kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazakha izibingelelo endlwini kaYehova, awathi uYehova, KuseYerusalem apho liya kuba khona igama lam ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazakha izibingelelo endlwini kaYehova, leyo wathi uYehova ngayo, Igama lam liya kuba yiYerusalem ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakha amaqonga endlwini kaNdikhoyo, nangona uNdikhoyo wayethe: “Igama lam ndolimisa eJerusalem ngonaphakade.”