2 Chronicles 34:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Shafane weza nencwadi leyo kukumkani, wamzisela ukumkani kanjako impendulo, esiti: Konke obekunikelwa ezandleni zezicaka zako, ziyakwenza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UShafan wayizisa incwadi kukumkani; kanjako wambuyisela ilizwi ukumkani esithi, Konke obekunikelwe esandleni sabakhonzi bakho, bayakwenza;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uShafane wayizisa incwadi kukumkani, waza ukumkani wayibuyisela kuye, wathi, Konke okuphathiswe esandleni sabakhonzi bakho, bokwenza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UShafan ke incwadi leyo wayisa kukumkani, wamazisa wathi: “Izicaka zakho ziyakwenza konke ezikuthunyiweyo.