2 Chronicles 34:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wenza bonke abebeko e‐Yerusaleme nakwa‐Benjamine beme kulo nabo. Kwa njalo abemi base‐Yerusaleme benza ngalo ucebano lukatixo, utixo woyise babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabamisa kuwo bonke abafumanekayo eYerusalem nakwaBhenjamin. Abemi baseYerusalem benza ke ngokomnqophiso kaThixo, uThixo wooyise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabamisa bonke abaseYerusalem nakwaBhenjamin. Yaye abemi baseYerusalem benza ngokomnqophiso kaThixo, uTHIXO wookhokho babo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo wonke umntu eJerusalem nakwaBhenjamin wathi makazibophelele kuwo. Ke abemi baseJerusalem bayenza le nto ngokomnqophiso kaThixo, nditsho uThixo wooyise.