2 Chronicles 35:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WANDULA u‐Josiya wabamba ipasika kuyehova e‐Yerusaleme: baye bexe̔la ipasika ngoweshumi linesine umhla wenyanga yokuqala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosiya wenza ipasika kuYehova eYerusalem; bayixhela ipasika ngosuku lweshumi elinesine lwenyanga yokuqala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosiya wenzela uYehova ipasika eYerusalem; benza ipasika ngomhla weshumi elinesine wenyanga yokuqala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uJosiya wenzela *uNdikhoyo itheko *lePasika eJerusalem, laza ke ixhwane lePasika laxhelwa ngomhla weshumi elinesine ngenyanga yokuqala.