2 Chronicles 35:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaza usapo luka‐Sirayeli obeluko lwabamba ipasika ngexesha elo, nomtendeleko wezonka ezingenagwele imihla esixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaSirayeli ababekho bayenza ipasika ngelo xesha, nomthendeleko wezonka ezingenagwele, imihla esixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaSirayeli ababelapho ngelo xesha benza ipasika nomthendeleko wezonka ezingenagwele iintsuku ezisixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo thuba ke amaSirayeli awayekhona apho ayibhiyozela iPasika, aqhuba neSidlo seZonka ezingaNyuswanga, iintsuku zasixhenxe.