2 Chronicles 35:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati abatoli bamtolela ukumkani u‐Josiya; waza wati ukumkani kwizicaka zake: Nimke nam, ngokuba ndenziwe inxeba kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abatoli bamtola ukumkani uYosiya; wathi ukumkani kubakhonzi bakhe, Ndishenxiseni, ngokuba ndingxwelerhwe kakubi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abazingela ngeentolo bazingela ukumkani uYosiya; Wathi ukumkani kubakhonzi bakhe, Ndivumeleni; kuba ndingxwelerhekile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abatoli bamchana ukumkani uJosiya edabini apho, waza ke yena wathetha namaphakathi akhe, wathi: “Ndikhupheni; bandingxwelerhile.”