2 Chronicles 35:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nixe̔le ipasika, nizingcwalise, nilungisele abazalwana benu, ukuba benze ngalo ilizwi likayehova ngesandla sika‐Mosesi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nize niyixhele ipasika, nizingcwalise, niyilungisele abazalwana benu, kwenziwe ngokwelizwi likaYehova ngesandla sikaMoses.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko bhiyozela iPasika, nizingcwalise nize nilungiselele abazalwana benu, ukuze benze ngokwelizwi likaYehova ngenkonzo kaMoses.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xhelani amaxhwane ePasika, nizihlambulule, amawenu niwalungiselele amaxhwane, nenze loo nto wayiyalezayo uNdikhoyo ngoMosis.”