2 Chronicles 36:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ebeyiminyaka imashumi mabini anesitatu u‐Yehowahazi ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani inyanga zantatu e‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehowahazi ubeminyaka imashumi mabini anamithathu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neenyanga ezintathu engukumkani eYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehowahazi ubeminyaka imashumi mabini anamithathu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neenyanga ezintathu engukumkani eYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYowahazi wangena ekulawuleni eneminyaka emashumi mabini anantathu, waza ke wangukumkani eJerusalem iinyanga ezintathu.