2 Chronicles 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako wasenza isibingelo sexina, ikubite ezimashumi mabini ubude baso, nekubite ezimashumi mabini ububanzi baso, nekubite ezilishumi ubupakamo baso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza isibingelelo sobhedu: baziikubhite ezimashumi mabini ubude baso, baziikubhite ezimashumi mabini ububanzi baso, kwaziikubhite ezilishumi ukuphakama kwaso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenza nesibingelelo sobhedu: baziikubhite ezimashumi mabini ubude baso, baziikubhite ezimashumi mabini ububanzi baso, kwaziikubhite ezilishumi ukuphakama kwaso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USolomon wenza iqonga lamadini lobhedu liziimitha ezilithoba ububanzi nobude, liziimitha ezine ezinesiqingatha ukuphakama.