2 Chronicles 4:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Solomone wazenza zonke ezimpahla ngobuninzi obukulu; ngokuba bekungenakupengululwa ukuba nzima kwexina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazenza uSolomon zonke ezo mpahla, zaninzi kakhulu; bada ubunzima bobhedu olo ababa nakufunyanwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSolomon wazenza zininzi kakhulu zonke ezi zitya; ngokuba ubunzima bobhedu olo babungaziwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubunzima bazo xa zizonke ezi zinto wazenzayo uSolomon babubukhulu ngangokuba abuzange bube namlinganiso.